Kodwa ke uThixo uyabagxeka; uthi:“ ‘Kuza imihla,’ itsho iNkosi,‘apho ndiya kwenza umnqophiso omtsha namaSirayeli kunye nabantu bakwaJuda.