Kumahebhere 7:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uAbraham wamnika isishumi sawo onke amaxhoba. Eli gama linguMelkizedeki lithetha “ukumkani wobulungisa”. Kanti ke futhi ukwangukumkani waseSalem, oko kukuthi “ukumkani woxolo”.

Kumahebhere 7

Kumahebhere 7:1-9