Kumahebhere 2:10 Ibhayibhile (XHO96)

Njengoko ke uThixo, ezikholo yena, zikho ngaye zonke izinto, ethande ukubanika iwonga abantwana bakhe abaninzi, bekufanelekile ukuba amsulungekisele ubunkokheli ngokuva ubunzima uYesu, lowo wayeza kubakhokelela elusindisweni.

Kumahebhere 2

Kumahebhere 2:5-16