Kumahebhere 11:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokholo uAbraham walusabela ubizo lokuya kuma kwilizwe elalithenjiswe nguThixo kuye nakwinzala yakhe. Walishiya elakowabo, engazi nokuba makabheke ngaphi na.

Kumahebhere 11

Kumahebhere 11:1-14