Kumahebhere 11:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokholo uAbraham wamnikela uIsake akuvavanywa nguThixo. Lo Abraham zazenziwe kuye izithembiso, nguye kanye lo wayeselemnikela unyana okwakukuphela kwakhe;

Kumahebhere 11

Kumahebhere 11:15-27