Kumahebhere 11:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Ukukholwa ke kukuqiniseka ngezinto esinethemba lazo; kukwakukuqiniseka nangobukho bezinto esingaziboniyo.

2. Abantu bamandulo bagqwesa ngenxa yokuthembela kwabo kuThixo.

3. Ngokholo siyaqonda ukuba indalo yavela ngelizwi likaThixo, zaza izinto ezibonakalayo zabakho kungekho nto ibonakalayo adala ngayo.

Kumahebhere 11