Kumahebhere 10:25 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo masikuxabise ukudibana namanye amakholwa, siphefumlelane, singabi njengâbo bawutyeshelayo lo mkhwa. Ewe, masikhuthazane ngakumbi nangakumbi, kuba nani niyabona ukuba imini leyo iyasondela.

Kumahebhere 10

Kumahebhere 10:16-29