Kumagalati 6:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa mna, mandingaqhayisi nganto ingenguwo umnqamlezo weNkosi yethu uYesu Krestu; kuba ngalo mnqamlezo ihlabathi lifile kum, nam ndifile kulo.

Kumagalati 6

Kumagalati 6:11-18