Kumagalati 6:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ngabo baqhayisa ngezinto zembonakalo yangaphandle, abo baninyanzela ngokwaluka. Into abayifunayo kuphela kukuzama ukuphepha ukutshutshiswa ngenxa yomnqamlezo kaYesu Krestu.

Kumagalati 6

Kumagalati 6:9-18