Kumagalati 5:13 Ibhayibhile (XHO96)

Nina, mawethu, nibizelwe enkululekweni. Kodwa ke inkululeko yenu mayingabi lokroba lokuba nilawulwe sisimo esidala. Ndaweni yaloo nto khonzanani niqhutywa luthando.

Kumagalati 5

Kumagalati 5:11-17