Kumagalati 5:11 Ibhayibhile (XHO96)

Mna ke, mawethu, ngaba ndisatshutshiselwa ntoni ukuba ndisashumayela ukuba ulwaluko luyimfuneko? Ukuba ibiyinyaniso loo nto, ukushumayela kwam umnqamlezo ngekungesiso isikhubekiso.

Kumagalati 5

Kumagalati 5:1-16