Kumagalati 5:10 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumanyana kwethu eNkosini kundenza ndinithembe ukuba aniyi kuhamba naluvo lulolunye. Naye loo mntu uniqunga-qungayo, nokuba ungubani na, uya kohlwaywa nguThixo.

Kumagalati 5

Kumagalati 5:1-18