Kumagalati 4:30 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke zithini iziBhalo? Zithi: “Sikhuphele ngaphandle isicakazana esilikhoboka kunye nonyana waso; kaloku unyana wesicakazana makangalidli ilifa nonyana womfazi wekhaya.”

Kumagalati 4

Kumagalati 4:28-31