Kumagalati 4:27 Ibhayibhile (XHO96)

Kuba *iziBhalo zithi:“Vuya, wena ludlolwazana!Memelela ngemincili, wena ungazange wayiva inimba!Kuba umfazi owalahlwa yindoda woba nabantwana abaninzi kunalowo uhlala nendoda yakhe.”

Kumagalati 4

Kumagalati 4:23-31