Kumagalati 4:19 Ibhayibhile (XHO96)

Bantwana bam endibathandayo, ndiyaphinda ndiva intlungu kwakhona ngenxa yenu, kanye oku komfazi osikwa yinimba. Ndophumla sakwakheka isimilo sikaKrestu kuni.

Kumagalati 4

Kumagalati 4:12-28