Kumagalati 4:17 Ibhayibhile (XHO96)

Aba bantu ndithetha ngabo bangathi banikhathalele, kanti ke iinjongo zabo azintle konke. Kuphela into abayifunayo kukunahlukanisa nam, khon' ukuze nibe ngamaphuth' ahlathi-nye nabo.

Kumagalati 4

Kumagalati 4:9-22