Kumagalati 3:8 Ibhayibhile (XHO96)

IziBhalo zona kwangaphambili zakuphawula ukuba uThixo wozenza amalungisa iintlanga ngokukholwa. Zazivakalisa iindaba ezimnandi kuAbraham zisithi: “Ngawe uya kuzithamsanqelisa zonke iintlanga uThixo.”

Kumagalati 3

Kumagalati 3:1-15