Kumagalati 3:28 Ibhayibhile (XHO96)

KuKrestu akusekho mJuda nantlanga, akusekho khoboka namntu ukhululekileyo, ndoda nabhinqa. Ninonke ningumntu omnye ngokumanywa noYesu Krestu.

Kumagalati 3

Kumagalati 3:21-29