Kumagalati 3:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaba ke le nto ithetha ukuba umthetho uchasene nezithembiso zikaThixo? Hayi khona, soze! Kaloku ukuba wawumiselwe umthetho onako ukubadlisa ubomi abantu, ngewawubenze bangamalungisa kuThixo.

Kumagalati 3

Kumagalati 3:19-29