Kumagalati 2:21 Ibhayibhile (XHO96)

Andifekethi ngesisa sikaThixo; kuba, ukuba umntu ebenokuba lilungisa phambi koThixo ngenxa yokugcina umthetho, loo nto ibiya kuthetha ukuba wafumana wafa uKrestu.

Kumagalati 2

Kumagalati 2:12-21