Kumagalati 1:22-24 Ibhayibhile (XHO96)

22. Ngelo xesha ke amabandla kaKrestu akwaJuda ayengekandiboni.

23. Babeseva nje ngembali, kusithiwa: “Laa mfo wayekade esitshutshisa, ngoku ushumayela iindaba zokholo, ezi kanye wayezitshabalalisa.”

24. Kambe ke babemdumisa uThixo ngenxa yam.

Kumagalati 1