Kumagalati 1:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ndiyacinga ukuba senivile ngobomi bam ngokuya ndandingekaguquki ekulandeleni izithethe zonqulo lwamaJuda. Okuya ndandilitshutshisa ngokungenanceba ibandla likaThixo, ndifunzele ukulitshabalalisa.

Kumagalati 1

Kumagalati 1:8-20