Kufilmon 1:23-25 Ibhayibhile (XHO96)

23. Uyabulisa uEpafra ongumbanjwa ngenxa kaKrestu njengam;

24. ngokunjalo noMarko, uAristarko, uDemas, noLuka, abalingane bam.

25. Ubabalo lweNkosi uYesu Krestu maluhlale nani nonke.

Kufilmon 1