Kufilmon 1:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ukukuqinisekisa ndibhala ngokwam, ndithi: Ndim mna Pawulos oya kukubuyisela. Phofu ke akukho mfuneko yakuba ndikukhumbuze ukuba nawe lowo ungowam, ndinebango kuwe.

Kufilmon 1

Kufilmon 1:11-25