Izililo 2:19 Ibhayibhile (XHO96)

Vukani nihlahlambe ebusuku ekungeneni komlindo wobusuku;intliziyo yenu mayiphuphume okwamanzi phambi kweNkosi.Ziphakamiseleni kuyo izandla zenu, ngenxa yobomi babantwana benuabayobayo ngenxa yephango ekungeneni kwazo zonke izitalato.”

Izililo 2

Izililo 2:18-22