Ukungcola kwayo kunamathele kwizivatho zayo;ayilikhumbulelanga ikamva layo,kwaza kwakhwankqisa ukuwa kwayo.Akubangakho namnye uyithuthuzelayo.Ithi: “Awu, Ndikhoyo, bona iimbandezelo zam;kuba kaloku utshaba luyazigwagwisa.”