Izafobe 4:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Yiphulaphuleni, bonyana, ingqeqesho kayihlo;yigqaleni, khon' ukuze nizuze ukuqonda.

2. Ndininika eyona mfundiso iyiyo,ngoko ke musani ukuwutyeshela umyalelo wam.

3. Ngokuya ndandiseyinkwenkwana katata,ndiselula, ndinguyedwa kamama,

Izafobe 4