Xa kulawula izikhohlakali abantu bayabaleka bazimele,kodwa zakutshabalala amalungisa aba nempumelelo.