Izafobe 19:21 Ibhayibhile (XHO96)

Umntu uyaceba acwangcise entliziyweni yakhe,kodwa ke licebo likaNdikhoyo eliphumelelayo.

Izafobe 19

Izafobe 19:13-29