Izafobe 14:1-3 Ibhayibhile (XHO96)

1. Umfazi onobulumko uyawakha umzi wakhe;kanti ke yena ongenangqondo uyawuchitha ngezakhe izandla.

2. Ohlonela uNdikhoyo uhamba ngokuthe tye;ke yena omdelayo iindlela zakhe ziphambukile.

3. Umntu onekratshi ukuthetha kwakhe kumhlisela ukohlwaywa;ke wona amazwi esilumko ayasikhusela.

Izafobe 14