Kambe ke xa beninokukugqala ukukhalima kwam,bendinganiphokozela umoya wobulumko,ndabelane nani ngolwazi lwam.