Izafobe 1:15-18 Ibhayibhile (XHO96)

15. Nyana wam, zikhwebule kwiindlela zabo,ulubuyise nonyawo lwakho kuzo.

16. Kaloku iinyawo zabo aziva ntambo ukuleqeka esonweni;bayakhawuleza ukuphalaza igazi.

17. Nakuba kungancedi nto nje ukuthiyela intakaxa isibona isabatha eso,

18. kodwa bona balalela elabo igazi;ewe, bazonda owabo umphefumlo.

Izafobe 1