Isityhilelo 7:8 Ibhayibhile (XHO96)

kwesakwaZebhulon yalishumi elinambini lamawaka, kwesakwaJosefu yalishumi elinambini lamawaka, kwaza nakwesakwaBhenjamin yalishumi elinambini lamawaka.

Isityhilelo 7

Isityhilelo 7:1-14