Isityhilelo 7:1 Ibhayibhile (XHO96)

Emva koko ndabona izithunywa ezine zimi kwiikona zone zomhlaba. Zazivalele imimoya yomhlaba yomine apho, ukuze kungabikho nampunde yamoya uvela elwandle, okanye ucande emhlabeni, ungabhudli namnye umthi.

Isityhilelo 7

Isityhilelo 7:1-3