Isityhilelo 6:11 Ibhayibhile (XHO96)

Elowo nalowo kubo wathiwa wambu ngomnweba omhlophe. Ngokunjalo kwathiwa mabakhe balinde okwethutyana, bade baphelele abalingane namawabo asaza kubulawa kwanjengabo.

Isityhilelo 6

Isityhilelo 6:4-16