Isityhilelo 22:5 Ibhayibhile (XHO96)

Akusayi kubakho busuku khona; kungasayi kubakho mfuneko yasibane nalanga. Kaloku iNkosi uThixo uya kuzikhanyisela. Ziya kuxhamla ulawulo ngonaphakade kanaphakade.

Isityhilelo 22

Isityhilelo 22:1-10