Isityhilelo 21:12 Ibhayibhile (XHO96)

Yayineendonga eziphakamileyo kakhulu, inamasango alishumi elinambini. Kwisango ngalinye kwakukho isithunywa. Phezu kwamasango kwakubhalwe amagama ezizwe ezilishumi elinambini zakwaSirayeli.

Isityhilelo 21

Isityhilelo 21:6-13