Isityhilelo 20:10 Ibhayibhile (XHO96)

Okokwakhe umtyholi, umlahlekisi wazo, yena wathiwa dywa echibini lomlilo onesalfa, apho irhamncwa kunye *nomshumayeli oxokayo bebesebephoswe khona. Apho ke baya kungcungcutheka imini nobusuku ngonaphakade kanaphakade.

Isityhilelo 20

Isityhilelo 20:8-15