Isityhilelo 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke ndineendawana ezingandikholisiyo apha kuwe: Kwalapho kuwe bakho abasabambelele kwimfundiso kaBhalam. Kaloku yena ngulowa wafundisa uBhalaki ukulukuhla amaSirayeli. Wawakhuthaza ukuba atye ukutya okwenzelwe izithixo, arheletye.

Isityhilelo 2

Isityhilelo 2:5-22