Isityhilelo 15:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ngubani obengenakunkwantya aze akubonge wena, Nkosi?Kaloku nguwe wedwa oyingcwele.Zonke iintlanga ziya kunqula ziqubude kuwe,kuba izigqibo zakho ezilungileyo zicacile kubo bonke.”

Isityhilelo 15

Isityhilelo 15:3-8