Isityhilelo 14:9 Ibhayibhile (XHO96)

Ngokukwanjalo salandela nesinye isithunywa simemeza sisithi: “Wonke umntu onqula irhamncwa kunye nomfanekiso walo, aze amkele uphawu lwalo ebunzi okanye esandleni,

Isityhilelo 14

Isityhilelo 14:2-13