Isityhilelo 14:6 Ibhayibhile (XHO96)

Ndabona isithunywa sindanda phezulu esibhakabhakeni. Sasithunywe ukuba siye kuvakalisa uncuthu lweendaba ezingasoze zithini. Zona zezabo bonke abantu behlabathi, iintlanga, iilwimi ngeelwimi, nezizwe ngezizwe.

Isityhilelo 14

Isityhilelo 14:1-14