Isityhilelo 13:6 Ibhayibhile (XHO96)

Lasuka ke lamqalekisa uThixo, latshabhisa negama lakhe ndawonye nomzi wakhe ezulwini, kwakunye nâbo bahlala khona.

Isityhilelo 13

Isityhilelo 13:2-10