Isityhilelo 13:4 Ibhayibhile (XHO96)

Bonke abantu balinqula igongqongqo elo, kuba amagunya alo liwanike irhamncwa. Kanti ke balinqula nerhamncwa elo, belibonga besithi: “Ngubani onokulingana nerhamncwa; ingubani khona onokulwa nalo?”

Isityhilelo 13

Isityhilelo 13:1-10