Isityhilelo 13:2 Ibhayibhile (XHO96)

Eli rhamncwa lalingathi lihlosi, koko iinyawo zalo zazifana nezebhere, wona umlomo ufana nowengonyama. Irhamncwa eli lafumana amagunya namandla ndawonye nobungangalala, libunikwa ligongqongqo.

Isityhilelo 13

Isityhilelo 13:1-8