Isityhilelo 13:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphezu koko ke lanyanzelisa ukuba bonke abantu, abancinci nabakhulu, izityebi namahlwempu, amakhoboka nabakhululekileyo, mabaphawulwe ezandleni zokunene okanye ebunzi.

Isityhilelo 13

Isityhilelo 13:9-18