Isityhilelo 13:10 Ibhayibhile (XHO96)

Nabani na ofanele ukubanjwa uya kubanjwa; kanti ke nabani na oza kubulawa ngekrele uya kubulawa ngekrele. Le nto ke yenza kube yimfuneko ukuba abantu bakaThixo banyamezele, futhi babambelele elukholweni.”

Isityhilelo 13

Isityhilelo 13:4-14