Isityhilelo 11:9 Ibhayibhile (XHO96)

Imizimba yala mangqina iya kuhlala apho iintsuku ezintathu ezinesiqingatha, baze abantu bezizwe ngezizwe, iintlanga ngeentlanga, neelwimi ngeelwimi, beze kuyibona, bangavumi ukuba ingcwatywe.

Isityhilelo 11

Isityhilelo 11:4-13