Isityhilelo 11:7 Ibhayibhile (XHO96)

La mangqina aya kuthi akuba egqibile ukuluvakalisa udaba olo, kuphume irhamncwa enzonzobileni. Lona ke liya kulwa nawo liwabulale.

Isityhilelo 11

Isityhilelo 11:5-8