Isityhilelo 11:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kanye ngawo loo mzuzu kwabakho inyikima eyoyikekayo, saza isahlulo seshumi sesixeko eso satshabalala. Kwafa abantu abangamawaka asixhenxe. Abaseleyo bangenwa lunkwantyo, baza badumisa ubukhulu boThixo osezulwini.

Isityhilelo 11

Isityhilelo 11:9-15